Gospel Global Zahara – Xa Bendingena Mama

Zahara – Xa Bendingena Mama

Download Xa Bendingena Mama Mp3 by

The talented South African singer and songwriter who started singing in her school's choir when she was six years old “” comes through with a song which she titles “Xa Bendingena Mama“.

Get Audio Mp3, Stream, Share, and be blessed.

DOWNLOAD HERE

DOWNLOAD MORE ZAHARA SONGS HERE

Lyrics: Xa Bendingena Mama by

Xa bendinomama
Ngesendine tiki eboshwe ngaphambili
Ngokwenene ndiyahamba
Ngokwenene ndibhekegoli sana lwam

Xa bendinomamam
Ngesendineqhiya ebeshwe ngaphambili
Ngokwenene ndiyahamba
Ngokwenene ndibheke goli sana lwam

Ndiyagodol'iyho ma
Ndiyagodol'incinci nale ragi mntakamama
Iyho ndiyahamba
Iyho ndibhek'eGoli sana lwam

Ndiyagodol'iyho ma
Ndiyagodol'incinci nale ragi mntakamama
Iyho ndiyahamba
Iyho ndibhek'eGoli sana lwam

Xa bendinomama
Ngesendineqhiya ebotshwe ngaphambili
Ngokwenene ndiyahamba
Ngokwenene ndibhek'eGoli sana lwam

Ndithi nxa bendinomama
Ngesendineqhiya ebotshwe ngaphambili
Ngokwenene ndiyahamba
Ngokwenene ndibhek'eGoli mna nosana lwam

Ndiyagodoli yhooo ma
Ndiyagodol'incinci nale ragi mntakamama
Iyhu ndiyahamba
Iyhu ndibhek'eGoli sana lwam

Ndiyagodoli yhooo ma
Ndiyagodol'incinci nake rhagi mntaka mama
Iyhu ndiyahamba
Iyhu ndibhek'eGoli sana lwam

Ndiva isikhal'esandohlukanisa nomamam
Andivumi ngosana lwam
Ndiboleken'iduveyi
Incinci naleragi mntaka mama

Ndiva isikhal'esandohlukanisa nomamam
Andivumi ngosana lwam
Ndiboleken'iduveyi
Incinci naleragi mntaka mama

Ndiyagodoli yhooo ma
Ndiyagodol'incinci nale ragi mntakamama
Iyhu ndiyahamba
Iyhu ndibhek'eGoli sana lwam

Ndiyagodoli yhooo ma
Ndiyagodol'incinci nale ragi mntakamama
Iyhu ndiyahamba
Iyhu ndibhek'eGoli sana lwam

Ndiyagodoli yhooo ma
Ndiyagodol'incinci iragi mntakamama
Iyhu ndiyahamba
Iyhu ndibhek'eGoli sana lwam

Ndiyagodoli yhooo ma
Ndiyagodol'incinci nale ragi mntakamama
Iyhu ndiyahamba
Iyhu ndibhek'eGoli sana lwam

Comment below with your feedback and thoughts on this post.