Gospel Global Zahara – Umthwalo

Zahara – Umthwalo

Download Umthwalo Mp3 by

The talented South African singer and songwriter who started singing in her school's choir when she was six years old “” comes through with a song which she titles “Umthwalo“.

Get Audio Mp3, Stream, Share, and be blessed.

DOWNLOAD HERE

DOWNLOAD MORE ZAHARA SONGS HERE

Lyrics: Umthwalo by

Umthwalo wam uyandisinda
Ndiyacela ndiphathise
Ulul'isandla sakho
Andifun'ukufana nabanikezela
Uuh wuwu uhu uyandisinda
Uuh wuwu uhu uyandisinda

Umthwalo wam uyandisinda
Ndiyacela ndiphathise
Ulul'isandla sakho
Andifun'ukufana nabanikezela
Uuh wuwu uhu uyandisinda
Uuh wuwu uhu uyandisinda

Ndingxanyelwe lixesha
Ubomi buyandixhesha
Ndiyakhubeka
Ndifun'ukuphakama ndifun'ukubaleka

Umthwalo wam uyandisinda
Ndiyacela ndiphathise
Ulul'isandla sakho
Andifun'ukufana nabanikezela
Uuh wuwu uhu uyandisinda
Uuh wuwu uhu uyandisinda

Emhlabeni kugcwele zizinto
Ezintle nezimbi
Ntliziyo yam bayingxalie
Emhlabeni kugcwele zizinto
Ezintle nezimbi
Ntliziyo yam bayingxalile

Umthwalo wam uyandisinda
Ndiyacela ndiphathise
Ulul'isandla sakho
Andifun'ukufana nabanikezela
Uuh wuwu uhu uyandisinda
Uuh wuwu uhu uyandisinda a ah ah ah

Umthwalo wam uyandisinda
Ndiyacela ndiphathise
Ulul'isandla sakho
Andifun'ukufana nabanikezela
Uuh wuwu uhu uyandisinda
Uuh wuwu uhu uyandisinda

Mna mna andifun'ukuzika
Mna mna andifunukweyiswa
Mna mna andifun'ukuzika
Mna mna andifin'ukweyiswa

Umthwalo wam uyandisinda
Awu ndiyacela ndiphathise
Ulul'isandla sakho
Andifun'ukufana nabanikezela
Uuh wuwu uhu uyandisinda
Uuh wuwu uhu uyandisinda

Comment below with your feedback and thoughts on this post.