Home Gospel Global

Zahara – Thetha Nami

Thetha Nami (Live From South Africa/2009)

zahara">Download Thetha Nami Mp3 by Zahara

The talented South African singer and songwriter who started singing in her school’s choir when she was six years old “ZAHARA” comes through with a song which she titles “Thetha Nami“.

Get Audio Mp3, Stream, Share, and be blessed.

DOWNLOAD HERE

DOWNLOAD MORE ZAHARA SONGS HERE

Listen on your favorite platform

Lyrics: Thetha Nami by Zahara

Zahara and Riot
Ndiphakamisa amehlo ami
Ndijonga phezulu
Apho uncedo lwam kuvela khona

Riot
Andisoze ndalibala uthando lwakho
Nezithembisa endazenzayo
Ndathembisa umamakho notatakho
Ukuba nokuba kunzima
Ndohlala ndingowakho

Yimi ithambo lakho
Noma ungahaphi ma’baby ndiyofika lapho
Nezihlobo zakho nazo ziyazi
Ukuthi akekho omunye
Ndim ubambo lwakho

Zahara and Riot
Thetha Nam Ndizoqhubeka

Ndiphakamisa amehlo ami
Ndijonga phezulu
Apho uncedo lwam
Luvela khona

Zahara
Ndikunika uthando lwam
Ndakunika ubom bam
Nakho konke
Ngoku ndihleke ndinomva ndedwa
Thetha nam, Thetha nam
Kudala ndi dladlathekiswa mna ziz’ncinga
Ndicela uhlala nam
Busuku bufikile
Mandingasali ndingenalo uncedi
Bazobuza uvelaphi na lona

Zahara and Riot
Thetha Nam, Ndizoqhubeka
Thetha Nam, Ndizoqhubeka

Ndiphakamisa amehlo ami
Ndijonga Phezulu
Apho uncedo lwam luvela khona

๐ŸŽต Are you a gospel artist? Get your song featured on CeeNaijaReach millions of gospel music lovers

Promote

Sithe sizobambana thina ngezandla
Sibheke emndeni wezuLu
Thetha Nami
Sithe sizobambana thina ngezandla
Sibheke emndeni wezulu
Thetha Nam

๐Ÿ”’ All songs and media on this page are shared for gospel promotion purposes only. All rights belong to the respective artists and labels. If you are the rights holder and wish content removed, please read our DMCA & Copyright Policy or submit a takedown request here.

Comment below with your feedback and thoughts on this post.