Gospel Global Zahara – Incwad’encane

Zahara – Incwad’encane

Download Incwad'encane Mp3 by

The talented South African singer and songwriter who started singing in her school's choir when she was six years old “” comes through with a song which she titles “Incwad'encane“.

Get Audio Mp3, Stream, Share, and be blessed.

DOWNLOAD HERE

DOWNLOAD MORE ZAHARA SONGS HERE

Lyrics: Incwad'encane by

Ngeny'imini ndathi ndivuka
Ndabona incwadi encane
Ndabona ayiveli kumama lena
Xa ibingumama ngeyithe dear sana lwam
Ndaqhubeka mna ndafunda
Ndifund'incwadi encane
Ithi andazi ndobuya nini na
Ndisathath'uhambo lwam

Ndizokhangela phi na? (Ndizobuza bani na)
Mna ndifun'ubonisthandwa sam (mna ndifun'ubona isthandwa sam)
Ndizobuza kubanina? (Ndizobuza bani na)
Mna ndifun'ubona isthandwa sam (mna ndifun'ubona isthandwa sam)

Ndizokhangela phi na? (Ndizobuza bani na)
Mna ndifun'ubonisthandwa sam (mna ndifun'ubona isthandwa sam)
Ndizobuza kubanina? (Ndizobuza bani na)
Mna ndifun'ubona isthandwa sam (mna ndifun'ubona isthandwa sam)

Ngeny'imini ndathi ndivuka
Ndadibana ne incwadi encane
Ndabona ayiveli kumama lena
Xa ibingumama ngeyithe dear sana lwam
Ndaqhubeka mna ndafunda
Ndifund'incwadi encane
Ithi andazi ndobuya nini na
Ndisathath'uhambo lwami

Ndizokhangela phi na? (Ndizobuza bani na)
Mna ndifun'ubonisthandwa sam (mna ndifun'ubona isthandwa sam)
Ndizobuza kubanina? (Ndizobuza bani na)
Mna ndifun'ubona isthandwa sam (mna ndifun'ubona isthandwa sam)
Ndizokhangela phi na? (Ndizobuza bani na)
Mna ndifun'ubonisthandwa sam (mna ndifun'ubona isthandwa sam)
Ndizobuza kubanina? (Ndizobuza bani na)
Mna ndifun'ubona isthandwa sam (mna ndifun'ubona isthandwa sam)

Ndavhunza ndavhunza
Ndavhunza akaendepiko
Hona mudiwa wangu
Mudiwa wangu wepamoyo
Dzoka zvaaaako akaende piko
Moyo wangu unorwadza ndikakufunga
Misodzi yobuda
Hoo na yobuda
Mudiwawangu dzoka iwe ai ndichakurinda
Ndati dzoka zvaaaaako

Ndizokhangela phi na? (dzoka zvaaaako akaende piko)
Mna ndifun'ubonisthandwa sam (hona mudiwa wangu)
Ndizobuza kubanina? (Ndavhunza ndavhunza)
Mna ndifun'ubona isthandwa sam (mudiwa, mudiwa wangu)
Ndizokhangela phi na? (Dzoka zvaaaako akaende piko)
Mna ndifun'ubonisthandwa sam (mna ndifun'ubona isthandwa sam)
Ndizobuza kubanina? (Ndavhunza ndavhunza)
Mna ndifun'ubona isthandwa sam (mna ndifun'ubona isthandwa sam)

Ndizokhangela phi na? (Ndizobuza bani na)
Mna ndifun'ubonisthandwa sam (mna ndifun'ubona isthandwa sam)
Ndizobuza kubani na? (Ndizobuza bani na)

Mna ndifun'ubona isthandwa sam

Comment below with your feedback and thoughts on this post.