Gospel Music Ndlovu Youth Choir – Ungandibulali

Ndlovu Youth Choir – Ungandibulali

Download Ungandibulali Mp3 by Ndlovu Youth Choir &

The group established in January 2009 with the aim of affording talented, underprivileged teenagers and young adults (14-24 years) the opportunity to perform locally and abroad proficiently consisting of 30 choristers “Ndlovu Youth Choir” comes again with a powerful song titled “Ungandibulali“ as they collaborate with .

Get Audio Mp3, Stream, Share, and be blessed.

DOWNLOAD HERE

DOWNLOAD MORE NDLOVU YOUTH CHOIR SONGS HERE

Lyrics: Ungandibulali by Ndlovu Youth Choir

Ndicela ungandibulali
Ndicela ungandidlwenguli
Ndicela ungandibulali
Ndicela ungandidlwenguli

Bekumele ndivikelwa nguwe
Bekumele ndithandwa nguwe
Bekumele ndikhuselwa nguwe
Kobubi
Bekumele ndilwelwa nguwe
Bekumele ndisizelwa nguwe
Bekumele ukuba ndincedwa nguwe nje

BoBhuti
Sihloniphe abomama bethu,
Bo Tata
sikhusele abodade bethu
Bo Bhuti Hayini
Sivikele izingane, sinakekele izithandwa zethu, sikhalela kini
BoBhuti
Sihloniphe abomama bethu,
Bo Tata
sikhusele abodade bethu
Bo Bhuti kwanele bo
Sivikele izingane, sinakekele izithandwa zethu, sinakekele bo

Ndivele ndibethelwe luvalo
Ndiskendoyika
Ndinalemibuzo kuwe
Uthi mandithini xakunjena
Uthi mandenzeni Na
Ziyakuthini iziswe
Zithini izihlobo
bathini abazali
Ithini inzala yethu
Uyazi andinawo amandla

Khulisa amakhwenkwe abengamadoda
Ahlonipha abafazi, nabantu bengubo
Angabahlukumezi abanakekele
Nabo ngabantu banamalungelo

Bekumele ndivikelwa nguwe
Bekumele ndithandwa nguwe
Bekumele ndikhuselwa nguweeee
Kobubi
Bekumele ndilwelwa nguwe
Bekumele ndisizelwa nguwe
Bekumele ukuba ndincedwa nguwe nje

BoBhuti
Sihloniphe abomama bethu,
Bo Tata
sikhusele abodade bethu
Bo Bhuti Hayini
Sivikele izingane, sinakekele izithandwa zethu, sikhalela kini
BoBhuti
Sihloniphe abomama bethu,
Bo Tata
sikhusele abodade bethu
Bo Bhuti kwanele bo
Sivikele izingane, sinakekele izithandwa zethu, sinakekele bo

Drop some comment below about what you think about this post!