Top Christian Songs Ncebakazi Msomi – Ukufezwa Kwamadinga

Ncebakazi Msomi – Ukufezwa Kwamadinga

Ncebakazi Msomi Ukufezwa Kwamadinga

Download Ukufezwa Kwamadinga Mp3 by

The renowned South African singer who is is basking in the success by recording great praise and worship songs ““, comes through with a song of praise which she calls “Ukufezwa Kwamadinga“.

RELATED POST:  Ncebakazi Msomi - Ngcwele

Get Audio Mp3, Stream, Share, and be blessed.

DOWNLOAD HERE

Lyrics: Ukufezwa Kwamadinga by

Phakamis’ ingcinga zethu
Phakamis’ ingcinga zethu
Moya oyingcwele
Sikhumbul’ izenzo zakho
Sizishumayele
Leya mini wehla ngayo
Mayiphindwe kuthi
Kuze lowo mlilo wakho
Uwe apha kuthi
Yiz’ uxela isaqhwithi
Uzalis’ indawo
Size siv’ amandla akho
Kwanokwenza kwakho
Ukufezwa kwamadinga sikulindile apha

RELATED POST:  Ncebakazi Msomi - Ngcwele

Yehla moya oyingcwele
Usebenza apha
Yehla moya oyingcwele
Usebenze apha
Usebenze apha
Yehla moya oyingcwele
Usebenze apha
Yehla moya oyingcwele
Usebenze apha
Yehla moya oyingcwele
Usebenze apha
Yehla moya oyingcwele
Usebenze apha
Yehla moya oyingcwele
Usebenze apha
Yehla moya oyingcwele
Usebenze apha
Yehla moya oyingcwele
Usebenze apha
Yehla moya oyingcwele
Usebenze apha
Yehla moya oyingcwele
Usebenze apha

Share Your Thoughts below