Gospel Global Betusile – Uyesu’uyabuya

Betusile – Uyesu’uyabuya

Download Uyesu'uyabuya Mp3 by

A soul-lifting song from the African Christian/Gospel worshipper, minister, and song writer ““, as He calls this song “Uyesu'uyabuya”. This song is sure to bless your heart and uplift your spirit.

Download Audio Mp3, Stream, Share, and be blessed

DOWNLOAD HERE

DOWNLOAD MORE BETUSILE SONGS HERE

Lyrics: Uyesu'uyabuya by

UYesu uyabuya (UYesu uyabuya)
Uyabuya (Yena uyabuya)
Sisajijisana (Sisajijisana nezihlalo)
UYesu uyabuya (UYesu uyabuya)
Yena uyabuya (Yena uyabuya)
Sisajijisana (Sisajijisana nezihlalo)

OoBishop bayalwa emabandleni (UYesu uyabuya)
Ubuya emabandleni (Yena uyabuya)
Sisajijisana (Sisajijisana nezihlalo)
Abefundisi bayaxabana emabandleni (UYesu uyabuya)
Baxabana ngesikhundla (Yena uyabuya)
Sisajijisana (Sisajijisana nezihlalo)

UYesu uyabuya
Yena uyabuya
Thina sisajijisana ngezihlalo
UYesu uyabuya
Uyabuya
Sisajijisana ngezihlalo

UYesu uyabuya (UYesu uyabuya)
Yena uyabuya (Yena uyabuya)
Sisajijisana (Sisajijisana nezihlalo)
UYesu uyabuya (UYesu uyabuya)
Uyabuya (Yena uyabuya)
Sisajijisana (Sisajijisana nezihlalo)

Hayi uyabuya uzokuthola uphi wena (UYesu uyabuya)
Uyabuya uJehova (Yena uyabuya)
Sisajijisana (Sisajijisana nezihlalo)
Xa ebuya wena uyahlala naye na (UYesu uyabuya)
Uyabuya (Yena uyabuya)
Sisajijisana (Sisajijisana nezihlalo)

Lungisa indaba yakho noJesu (Sisajijisana nezihlalo)
Lungisa indaba yakho noJesu (Sisajijisana nezihlalo)
Sisajijisana (Sisajijisana nezihlalo)
Khayeke uthanda izihlalo mzalwane (Sisajijisana nezihlalo)

Sisajijisana ngezihlalo (UYesu uyabuya)
Yena uyabuya (Yena uyabuya)
Sisajijisana (Sisajijisana nezihlalo)
UYesu uyabuya (UYesu uyabuya)
Uyabuya (Yena uyabuya)
Sisajijisana (Sisajijisana nezihlalo)

Sisajijisana ngezihlalo (Sisajijisana ngezihlalo)
(Sisajijisana ngezihlalo)

Comment below with your feedback and thoughts on this post.